2 Usamuweli 7:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iya kuqina indlu yakho nobukumkani bakho kude kuse ephakadeni phambi kwakho; itrone yakho iya kuqiniseka kude kuse ephakadeni.

2 Usamuweli 7

2 Usamuweli 7:12-22