2 Usamuweli 7:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndabamisela indawo abantu bam amaSirayeli, ndabatyala ukuba bahlale esikhundleni sabo, bangabi sagunqa; oonyana bobutshijolo bangabuyi babacinezele njengasekuqaleni, kususela kulaa mini ndabamisela abantu bam amaSirayeli abagwebi.

2 Usamuweli 7

2 Usamuweli 7:7-14