2 Usamuweli 6:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaxelwa kukumkani uDavide, kwathiwa, Úyisikelele uYehova indlu kaObhedi-edom. nezinto zonke anazo, ngenxa yetyeya kaThixo. Waya uDavide, wayinyusa ityeya kaThixo endlwini kaObhedi-edom, wayizisa emzini kaDavide evuya.

2 Usamuweli 6

2 Usamuweli 6:5-14