2 Usamuweli 5:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide ngaloo mini, Bonke abaxabela amaYebhusi, mabaziwise engxangxasini iziqhwala kwaneemfama ezithiyekileyo emphefumlweni kaDavide. Ngenxa yoko bathi, Iimfama neziqhwala aziyi kungena endlwini.

2 Usamuweli 5

2 Usamuweli 5:3-11