2 Usamuweli 5:24-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Kothi, ekuveni kwakho isandi sokuhamba emantloko emithi yemibhaka, wandule ungxamise; ngokuba wóba uphumile phambi kwakho uYehova ngela xesha, ukuba ayixabele impi yamaFilisti.

25. Wenjenjalo uDavide, njengoko uYehova abemwisele umthetho ngako; wawaxabela amaFilisti, wathabathela eGebha wada waya eGezere.

2 Usamuweli 5