2 Usamuweli 4:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Unyana kaSawule ubenamadoda amabini angabathetheli bemikhosi. Igama lenye lalinguBhahana, igama leyesibini lalinguRekabhi; bengoonyana bakaRimon waseBheroti, kubo oonyana bakaBhenjamin. Ngokuba neBheroti ibibalelwa kwaBhenjamin:

2 Usamuweli 4

2 Usamuweli 4:1-9