2 Usamuweli 3:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bamngcwabela eHebron uAbhinere. Waliphakamisa ukumkani ilizwi lakhe, walila engcwabeni lika-Abhinere. Balila abantu bonke.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:29-38