2 Usamuweli 3:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYowabhi noAbhishayi umninawa wakhe bambulala ke uAbhinere, ngenxa enokuba ebembulele uAsaheli umninawa wabo eGibheyon emfazweni.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:29-36