2 Usamuweli 3:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wabuya ke uAbhinere weza eHebron. UYowabhi wamthabathela bucala phakathi kwesango, ukuba athethe naye ngasese. Wamgwaza esiswini, wafa, ngenxa yegazi lika-Asaheli umninawa wakhe.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:17-37