2 Usamuweli 3:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo uAbhinere ebethethile ezindlebeni zamaBhenjamin; kanjalo uAbhinere waya kuthetha ezindlebeni zikaDavide eHebron konke okulungileyo phambi kwamaSirayeli, naphambi kwendlu yonke yakwaBhenjamin.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:18-20