2 Usamuweli 3:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yahamba naye ke indoda yakhe, imana ilila emva kwakhe, kwada kwezisa eBhahurim. Wathi uAbhinere kuyo, Hamba ubuye. Yabuya.

2 Usamuweli 3

2 Usamuweli 3:8-19