Zonke ezi zinto, kumkani, uAravena uzinika ukumkani. Wathi uAravena kukumkani, uYehova uThixo wakho makakholiswe nguwe.