2 Usamuweli 24:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wathoba ke indyikitya yokufa kwaSirayeli, yathabathela ekuseni yesa kwixa lentlanganiso; kwafa ebantwini, bethabathela kwaDan bese eBher-shebha, amashumi asixhenxe amawaka amadoda.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:9-18