2 Usamuweli 24:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yakhathazeka intliziyo kaDavide emveni kokuba ebabalile abantu. Wathi uDavide kuYehova, Ndonile kunene ngale nto ndiyenzileyo; kaloku khawubukhwelelise, Yehova, ubugwenxa bomkhonzi wakho; ngokuba ndenzé ngobudenge obukhulu.

2 Usamuweli 24

2 Usamuweli 24:1-20