2 Usamuweli 23:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uBhenaya unyana kaYehoyada, unyana wendoda enobukroti, ozenzo zininzi, waseKabhetseli, yena wabulala iingwanyalala ezimbini zakwaMowabhi; yena wehla, wabulala ingonyama equleni phakathi, mini ngekhephu.

2 Usamuweli 23

2 Usamuweli 23:13-28