Kwabonakala imiphantsi yolwandle,Kwatyhileka iziseko zelimiweyoNgokukhalima kukaYehova.Ngokufutha komoya womsindo wakhe.