2 Usamuweli 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wathabatha oonyana ababini bakaRitspa intombi ka-Aya, awayizalela uSawule, uArmoni noMefibhoshete; noonyana abahlanu bakaMeribha intombi kaSawule, awabazalela uAdriyeli unyana kaBharzilayi waseMehola.

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:6-14