2 Usamuweli 21:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UDavide waya, wawathabatha amathambo kaSawule, namathambo kaYonatan unyana wakhe, kubemi baseYabheshe yeGiliyadi, ababewabile endaweni yembutho yaseBhete-shan, apho amaFilisti abebaxhome khona, mini amaFilisti ambulalayo uSawule eGilibhowa;

2 Usamuweli 21

2 Usamuweli 21:10-16