2 Usamuweli 20:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYowabhi kuAmasa, Usahleli kakuhle na, mzalwana wam? UYowabhi wambamba uAmasa ngeendevu ngesandla sokunene, ukuba amange.

2 Usamuweli 20

2 Usamuweli 20:4-16