2 Usamuweli 2:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamemeza uAbhinere kuYowabhi, wathi, Liya kumana ukudla na ikrele? Akwazi na ukuba kuya kuba krakra kamva? Kuya kuba mzuzu ungakanani na ungabaxeleli abantu, babuye ekusukeleni abazalwana babo?

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:16-27