2 Usamuweli 2:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAbhinere kuye, Tyekela ngasekunene kwakho, nokuba kungasekhohlo kwakho, ubambe enye kumadodana, uzithabathele isikrweqe sayo.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:12-24