2 Usamuweli 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwaliwa kakhulu ngaloo mini. Wagxothwa uAbhinere namadoda akwaSirayeli phambi kwabakhonzi bakaDavide.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:14-26