2 Usamuweli 2:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma uYowabhi unyana kaTseruya, nabakhonzi bakaDavide, baqubisana nabo echibini laseGibheyon. Bahlala aba echibini ngapha, bahlala abaya echibini ngaphaya.

2 Usamuweli 2

2 Usamuweli 2:11-15