2 Usamuweli 19:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aphendula onke amadoda akwaYuda kumadoda akwaSirayeli, athi, Kungokuba ukumkani esalamana nathi; yini na ukuba nivuthe ngumsindo ngale ndawo? sikhe sadla nto na kukumkani? sikhe saphiwa nto na?

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:36-43