2 Usamuweli 19:40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawela ke ukumkani, waya eGiligali, wawela ke naye uKimham; bonke abantu bakwaYuda bamweza ukumkani, kwanesiqingatha sabantu bakwaSirayeli.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:32-43