2 Usamuweli 19:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, UKimham wowela nam, ndimenzele mna okulungileyo emehlweni akho; nento yonke othe wayinyula, wayibeka phezu kwam, ndokwenzela.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:36-43