2 Usamuweli 19:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba yonke indlu kabawo ibingento yímbi enkosini yam ukumkani, ibingabantu bokufa; wena wambeka umkhonzi wakho lo undim phakathi kwabadla etafileni yakho. Ndisenabango lini na ke, ndisenakukhala ngantoni na kukumkani?

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:27-29