2 Usamuweli 19:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide, Yintoni na enam nani, nina nyana bakaTseruya, ngokuba ningabachasi bam namhla? Kukho mntu na kwaSirayeli apha uya kubulawa namhla? Ngokuba andazi yini na, ukuba ndingukumkani kwaSirayeli namhlanje?

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:15-24