2 Usamuweli 19:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba umkhonzi wakho lo uyazi, ukuba wóna ngalaa nto; nanku, ndingowokuqala ofikileyo namhla wasendlwini yonke kaYosefu, ukuba ndihle ndiyikhawulele inkosi yam ukumkani.

2 Usamuweli 19

2 Usamuweli 19:10-29