Níthi ke kuAmasa, Àkulilo ithambo lam nenyama yam na? UThixo makenjenje kum, aqokele ukwenjenje, ukuba àkuthe waba ngumthetheli womkhosi phambi kwam yonke imihla esikhundleni sikaYowabhi.