2 Usamuweli 18:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wabawisela umthetho uYowabhi noAbhishayi noItayi, wathi, Mphatheni kakuhle umfana uAbhisalom, ngenxa yam. Beva bonke abantu ukubawisela kokumkani umthetho abathetheli ngenxa ka-Abhisalom.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:1-10