2 Usamuweli 18:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uDavide ebehleli phakathi kwamasango amabini. Umlindi waya emphezulwini wesango eludongeni, waphakamisa amehlo akhe, wakhangela, nanko kusiza indoda, ibaleka iyodwa.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:20-27