2 Usamuweli 18:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavuthela uYowabhi isigodlo, babuya abantu ekuwasukeleni amaSirayeli; ngokuba uYowabhi wabanqanda abantu.

2 Usamuweli 18

2 Usamuweli 18:9-17