2 Usamuweli 17:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAbhisalom namadoda onke akwaSirayeli, Icebo likaHushayi umArki lilungile kunecebo lika-Ahitofele. UYehova wayemise ukuba litshitshiswe icebo elilungileyo lika-Ahitofele, ukuze uYehova amzisele ububi uAbhisalom.

2 Usamuweli 17

2 Usamuweli 17:6-20