2 Usamuweli 16:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke uAbhishayi unyana kaTseruya kukumkani, Kungani na ukuba le nja ifileyo iyitshabhise inkosi yam ukumkani? Makhe ndiwele, ndiyinqumle intloko.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:1-17