2 Usamuweli 16:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uAhitofele kuAbhisalom, Ngena kumashweshwe kayihlo, awashiyileyo ukuba agcine indlu, eve onke amaSirayeli ukuba uzinukisile kuyihlo, zomelele izandla zabo bonke abanawe.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:17-23