2 Usamuweli 16:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uHushayi kuAbhisalom, Hayi, onyulwe nguYehova nangaba bantu, nangamadoda onke akwaSirayeli, ndoba ngowakhe mna, ndihlale naye mna.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:10-23