2 Usamuweli 16:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kuAbhishayi nakubakhonzi bakhe bonke, Niyabona, unyana wam ophume ezibilinini zam ungxamele umphefumlo wam; angabeka phi na ke ngoku lo mBhenjamin? Myekeni atshabhise; ngokuba utshilo kuye uYehova.

2 Usamuweli 16

2 Usamuweli 16:4-18