2 Usamuweli 15:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuTsadoki umbingeleli, Wena mboni, buyela kuwo umzi unoxolo, noAhimahatse unyana wakho, noYonatan unyana ka-Abhiyatare, oonyana benu bobabini kunye nawe.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:25-28