2 Usamuweli 15:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani kuTsadoki, Yibuyisele kuwo umzi ityeya kaThixo. Ukuba ndithe ndababalwa nguYehova, wóndibuyisa, andibonise yona kwanekhaya lakhe.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:24-34