2 Usamuweli 15:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lonke ilizwe laye lilila ngezwi elikhulu, bewela abantu bonke; ewela nokumkani emlanjaneni oyiKidron; abantu bonke bewela bekhangelene nendlela yentlango.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:13-25