2 Usamuweli 15:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphuma ukumkani, indlu yakhe yonke imlandela. Ukumkani washiya ishumi lamashweshwe, ukuze ayigcine indlu.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:11-19