2 Usamuweli 15:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uDavide kubakhonzi bakhe bonke abenabo eYerusalem, Sukani sibaleke; ngokuba asiyi kuba nakusinda ebusweni buka-Abhisalom. Khawulezani simke, hleze akhawuleze, asifikele, asihlisele ububi, awuxabele umzi ngohlangothi lwekrele.

2 Usamuweli 15

2 Usamuweli 15:4-24