2 Usamuweli 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inkazana yaseTekowa yathi kukumkani, Nkosi yam, kumkani, mabube phezu kwam, naphezu kwendlu kabawo, obo bugwenxa; makabe msulwa yena ukumkani netrone yakhe.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:7-16