2 Usamuweli 14:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umkhonzazana wakho ebenoonyana ababini; balwa bobabini endle, akwabakho mhlanguli phakathi kwabo; omnye watsho komnye, wambulala.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:5-9