2 Usamuweli 14:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathetha inkazana yaseTekowa kukumkani, yawa ngobuso emhlabeni, yaqubuda, yathi, Sindisa, kumkani.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:1-5