2 Usamuweli 14:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya ke uYowabhi kukumkani, wamxelela. Wambiza uAbhisalom; waya kukumkani, waqubuda kuye ngobuso emhlabeni phambi kokumkani; ukumkani wamanga ke uAbhisalom.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:28-33