2 Usamuweli 14:27 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbhisalom wazalelwa oonyana abathathu, nentombi yanye; igama layo belinguTamare; ibiyinzwakazi ukubonakala kwayo.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:24-32