2 Usamuweli 14:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ukumkani, Makajike aye endlwini yakhe, angabuboni ubuso bam. Wajika uAbhisalom, waya endlwini yakhe; akabubona ubuso bokumkani.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:17-25