2 Usamuweli 14:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke umkhonzazana wakho, Ilizwi lenkosi yam ukumkani malibe lelokuphumza; ngokuba njengoko sinjalo isithunywa sikaThixo, injalo inkosi yam ukumkani, ukuva okulungileyo nokubi; uYehova uThixo wakho makabe nawe.

2 Usamuweli 14

2 Usamuweli 14:13-25